1
AMAVA ENGQONDI 10:10
IBHAYIBHILE
Xa izembe libuthuntu, lingalolwanga, kufuneka ubethe ngamandla ngalo. Kodwa ke bubuchule into enika impumelelo.
Compare
Explore AMAVA ENGQONDI 10:10
2
AMAVA ENGQONDI 10:4
Xa ekhathazekile umlawuli wakho musa ukurhoxa esikhundleni sakho – kaloku kukuzola into ewulungisayo umonakalo.
Explore AMAVA ENGQONDI 10:4
3
AMAVA ENGQONDI 10:1
Iimpukane ezifileyo zingasonakalisa isiqholo sitsho sibile sinuke, ngokunjalo nentwana nje yobutyhakala ingabutshabhisa ubulumko ndawonye nesidima.
Explore AMAVA ENGQONDI 10:1
4
AMAVA ENGQONDI 10:12
Anendili amazwi aphuma emlonyeni wesilumko, ukanti ke sona isityhakala sizitshabalalisa ngemilebe yaso.
Explore AMAVA ENGQONDI 10:12
5
AMAVA ENGQONDI 10:8
Umntu owomba umngxuma usenokweyela kuwo; otyhoboza eludongeni usenokulunywa yinyoka.
Explore AMAVA ENGQONDI 10:8
Home
Bible
Plans
Videos