1
UAMOS 4:13
IBHAYIBHILE
Ulodala iintaba, adal' umoya, ulozityhilayo iinjongo zakhe eluntwini, ulojik' umsobomvu kuvel' urhatyazo, ulonyathela imimango ephakamileyo yomhlaba, nguNdikhoyo uThixo onamandla onke igama lakhe.
Compare
Explore UAMOS 4:13
2
UAMOS 4:12
“Ke ngoko, Sirayeli, ndophinda ndikwenze konke oku. Ke, njengoko ndiza kwenjenjalo, zilungiseleleni, maSirayeli, ukuhlangana noThixo wenu.”
Explore UAMOS 4:12
3
UAMOS 4:6
“Ndanizisela indlala ezixekweni zenu zonke, akwabikho nesuntswana eli lesonka emizini yenu, kodwa anibuyelanga kum.” Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.
Explore UAMOS 4:6
Home
Bible
Plans
Videos