1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:27
IBHAYIBHILE
Oku wakwenza ukuze zihlale zimzingela, hleze zimphuthaphuthe de zimfumane; nangona yena uThixo engekude kuthi sonke
Compare
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:27
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:26
Zonke iintlanga zabantu wazidala zaphuma mlibeni mnye, wazenza ukuba ziwume wonke umhlaba. Yena ngokwakhe kwangaphambili wazimisela amaxesha obomi, kunye nemida yokuhlala kwazo.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:26
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:24
UThixo lo udale ihlabathi nezinto ezikulo, uyiNkosi yezulu nomhlaba. Ngoko ke akahlali zindlwini zenziwe ngabantu
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:24
4
UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:31
Kaloku uwumisele umhla apho aya kuligweba ihlabathi lonke liphela ngobulungisa, ngeNdoda ayimiseleyo. Le nto uyingqine kubantu bonke ngokuyivusa loo Ndoda ekufeni.”
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:31
5
UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:29
Singabantwana bakhe nje ke, masingacingi ukuba imo kaThixo ifana nento eqingqwe ngegolide, ngesiliva, okanye ngelitye, ngobugcisa bomntu.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:29
Home
Bible
Plans
Videos