Kucace gcaa ukuba uThixo ezaa ntlanga uzinike kanye esiya sipho wasinika sona thina siyamkeleyo iNkosi uYesu Krestu. Bendingubani na ke mna ukuba ndingáde ndime phambi kwentando kaThixo?”
Yabanelisa le ngxelo, baza bamdumisa uThixo, ngokuba kuthe kanti neentlanga ezi uThixo uyazinika ithuba lokuguquka, ukuze zidle ubomi.