1
2 KAPETROS 2:9
IBHAYIBHILE
Kodwa ke iNkosi iyabahlangula ezilingweni abantu abayithobelayo. Ke bona abangayithobeliyo ibagcinele ukubohlwaya ngomhla womgwebo
Compare
Explore 2 KAPETROS 2:9
2
2 KAPETROS 2:21-22
Ngekubhetele ukuba babengayazanga eyona ndlela, kunokuba bathi sebeyifumene bajike, bawulahle umyalelo kaThixo ababewunikiwe. Kwabanjalo ke liyinene iqhalo elithi: “Inja ibuyele umhlanzo wayo; ihagu ehlanjiweyo ibuye yazityikitya eludakeni.”
Explore 2 KAPETROS 2:21-22
3
2 KAPETROS 2:19
Babathembisa inkululeko, kodwa bona ngokwabo basabopheleleke kwimikhwa yokuzibhubhisa. Kaloku umntu uba likhoboka layo nayiphi na into angalumlekiyo kuyo.
Explore 2 KAPETROS 2:19
4
2 KAPETROS 2:20
Ukuba abantu bathe ngokwazana neNkosi yethu uYesu Krestu baphuncuka kwizidyobho zehlabathi, baze baphinde babuyele kwakuzo zibakhoboze, isiphelo sabo sibi kunesiqalo.
Explore 2 KAPETROS 2:20
5
2 KAPETROS 2:1
KwaSirayeli babekho *abashumayeli abaxokayo; ngokunjalo ke naphakathi kwenu baza kubakho abafundisa ubuxoki. Bona baza kunyebelezisa iimfundiso ezidala intshabalalo. Baya kuphika nkqu neNkosi le ibasindisileyo, baze ngokwenjenjalo bazibizele intshabalalo ekhawulezileyo.
Explore 2 KAPETROS 2:1
Home
Bible
Plans
Videos