1
ISITYHILELO 16:15
IZIBHALO EZINGCWELE
Yabona, ndiza njengesela. Únoyolo lowo uphaphileyo, uzigcinayo iingubo zakhe, ukuze angahambi zé, balibone ihlazo lakhe.
Compare
Explore ISITYHILELO 16:15
2
ISITYHILELO 16:12
Saza esesithandathu isithunywa sayiphalaza ingqayi yaso emlanjeni omkhulu ongumEfrati; atsha amanzi awo, ukuze ilungiswe indlela yookumkani abo bavela empumalanga.
Explore ISITYHILELO 16:12
3
ISITYHILELO 16:14
Kuba bangoomoya beedemon, besenza imiqondiso; àbaphuma baye kubo ookumkani bomhlaba, nabelimiweyo liphela, ukubahlanganisela emfazweni yaloo mini inkulu kaThixo, uSomandla.
Explore ISITYHILELO 16:14
4
ISITYHILELO 16:13
Ndabona kuphuma emlonyeni wenamba, nasemlonyeni werhamncwa, nasemlonyeni womprofeti wobuxoki, oomoya abathathu abangcolileyo, befana namasele.
Explore ISITYHILELO 16:13
5
ISITYHILELO 16:9
Batsha abantu bubushushu obukhulu; balinyelisa igama likaThixo, onalo igunya kwezo zibetho; àbaguquka bamzukise.
Explore ISITYHILELO 16:9
6
ISITYHILELO 16:2
Semka ke esokuqala, sayiphalaza ingqayi yaso emhlabeni; kwabakho isilonda esibi esinobuhlungu ebantwini, abo banophawu lwerhamncwa, abo baqubudáyo kuwo umfanekiselo walo.
Explore ISITYHILELO 16:2
7
ISITYHILELO 16:16
Babahlanganisela endaweni ekuthiwa ngesiHebhere yiArmagedon.
Explore ISITYHILELO 16:16
Home
Bible
Plans
Videos