1
IINDUMISO 95:6-7
IZIBHALO EZINGCWELE
Yizani, masiqubude, siguqe, Sithobe phambi koYehova umenzi wethu. Ngokuba nguThixo wethu yena, Thina ke singabantu bokwalúswa nguye, nezimvu zesandla sakhe. Namhla, ukuba ninokuliva izwi lakhe
Compare
Explore IINDUMISO 95:6-7
2
IINDUMISO 95:1-2
Yizani simemelele kuYehova, Sidume kwiliwa lokusindiswa kwethu. Masize phambi kobuso bakhe sinombulelo, Masidume kuye ngeengoma.
Explore IINDUMISO 95:1-2
3
IINDUMISO 95:3
Ngokuba uThixo omkhulu nguYehova, NguKumkani omkhulu ngaphezu koothixo bonke.
Explore IINDUMISO 95:3
4
IINDUMISO 95:4
Uzisesandleni sakhe iingontsingontsi zehlabathi, Neencopho zeentaba zezakhe.
Explore IINDUMISO 95:4
Home
Bible
Plans
Videos