1
IINDUMISO 86:11
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndíyalele, Yehova, indlela yakho, Ndihambe ngenyaniso yakho; Yibandakanye intliziyo yam ukuba ndiloyike igama lakho.
Compare
Explore IINDUMISO 86:11
2
IINDUMISO 86:5
Ngokuba ùlungile wena, Nkosi yam, uxolela; Umkhulu ngenceba kubo bonke abakunqulayo.
Explore IINDUMISO 86:5
3
IINDUMISO 86:15
Ke wena, Nkosi yam, unguThixo onemfesane, onobabalo, Ozeka kade umsindo, omkhulu ngenceba nenyaniso.
Explore IINDUMISO 86:15
4
IINDUMISO 86:12
Ndiya kubulela kuwe, Nkosi yam, Thixo wam, ngentliziyo yonke, Ndilizukise igama lakho ngonaphakade
Explore IINDUMISO 86:12
5
IINDUMISO 86:7
Ngemini yokubandezelwa kwam ndinqula wena, Ngokuba uya kundiphendula.
Explore IINDUMISO 86:7
Home
Bible
Plans
Videos