1
IINDUMISO 22:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Thixo wam, Thixo wam, undilahleleni na? Ùkude ngani na ekusindisweni kwam, nasemazwini okubonga kwam?
Compare
Explore IINDUMISO 22:1
2
IINDUMISO 22:5
Bakhala kuwe, basinda; Bakholosa ngawe, àbadana.
Explore IINDUMISO 22:5
3
IINDUMISO 22:27-28
Ziya kukhumbula zibuyele kuYehova zonke iziphelo zehlabathi, Iqubude phambi kwakhe yonke imizalwane yeentlanga: Ngokuba bobukaYehova ubukumkani, Nguye umlawuli ezintlangeni.
Explore IINDUMISO 22:27-28
4
IINDUMISO 22:18
Babelana ngeengubo zam, Isambatho sam basenzela amaqashiso.
Explore IINDUMISO 22:18
5
IINDUMISO 22:31
Baya kuza baxele ubulungisa bayo Kubantu abaza kuzalwa, ukuba oko ukwenzile.
Explore IINDUMISO 22:31
Home
Bible
Plans
Videos