1
IINDUMISO 145:18
IZIBHALO EZINGCWELE
Usondele uYehova kubo bonke abamnqulayo, Kubo bonke abamnqulayo ngenyaniso.
Compare
Explore IINDUMISO 145:18
2
IINDUMISO 145:8
Únobabalo nemfesane uYehova, Uzeka kade umsindo, mkhulu ngenceba.
Explore IINDUMISO 145:8
3
IINDUMISO 145:9
Ulungile uYehova kubo bonke, Imfesane yakhe ikuzo zonke izenzo zakhe.
Explore IINDUMISO 145:9
4
IINDUMISO 145:3
Mkhulu uYehova, ngowokudunyiswa kakhulu; Ubukhulu bakhe abunakugocwagocwa.
Explore IINDUMISO 145:3
5
IINDUMISO 145:13
Ubukumkani bakho bubukumkani bamaphakade onke, Nolawulo lwakho lukwizizukulwana ngezizukulwana.
Explore IINDUMISO 145:13
Home
Bible
Plans
Videos