1
IMIZEKELISO 20:22
IZIBHALO EZINGCWELE
Musa ukuthi, Ndiya kubuphindezela ububi; Thembela kuYehova, wókusindisa.
Compare
Explore IMIZEKELISO 20:22
2
IMIZEKELISO 20:24
Kuvela kuYehova ukunyathela kwendoda; Umntu angáthini na ukuyiqonda indlela yakhe?
Explore IMIZEKELISO 20:24
3
IMIZEKELISO 20:27
Sisibane sikaYehova umphefumlo womntu, Siphengulula zonke iingontsi zombilini.
Explore IMIZEKELISO 20:27
4
IMIZEKELISO 20:5
Ngamanzi anzulu icebo entliziyweni yendoda, Kanti indoda enengqondo iyalirhola.
Explore IMIZEKELISO 20:5
5
IMIZEKELISO 20:19
Ohamba ehleba uhlakaza ucweyo; Ungàdibani nepholopholo.
Explore IMIZEKELISO 20:19
6
IMIZEKELISO 20:3
Kuluzuko endodeni ukuhlalela kude nengxabano; Ke zona izimathane zonke ziyavungama.
Explore IMIZEKELISO 20:3
7
IMIZEKELISO 20:7
Ohamba ngengqibelelo yakhe elilungisa, Hayi, uyolo loonyana bakhe emva kwakhe!
Explore IMIZEKELISO 20:7
Home
Bible
Plans
Videos