1
KWABASEFILIPI 3:13-14
IZIBHALO EZINGCWELE
Bazalwana, mna andizibaleli ekuthini ndigángile; ke ndenza nto-nye: ndithi, ndízilibala izinto ezisemva, ndísolulela kweziphambili, ndiphuthume ngokoxunele umvuzo wobizo lwaphezulu lukaThixo kuKristu Yesu.
Compare
Explore KWABASEFILIPI 3:13-14
2
KWABASEFILIPI 3:10-11
ukuba ndimazi, kwanamandla ovuko lwakhe, nokuba ndibe nobudlelane naye ngeentlungu zakhe, ndifaniswe noko kufa kwakhe; ukuba ndingáde ndifikelele ekuvukeni kwabafileyo.
Explore KWABASEFILIPI 3:10-11
3
KWABASEFILIPI 3:8
Ewe, okunene, ndisuka izinto zonke ndizibalele ekuthini ziyinkxwaleko, ngenxa yokongama kokumazi uKristu Yesu iNkosi yam; endithe ngenxa yakhe ndonakalelwa zezi zinto zonke, ndizibalela ekuthini ziyinkunkuma, ukuze ndimzuze uKristu
Explore KWABASEFILIPI 3:8
4
KWABASEFILIPI 3:7
Ndisuké, zona ezo zinto zabe ziyinzuzo kum, zona ezo ndazibalela ekuthini ziyinkxwaleko ngenxa kaKristu.
Explore KWABASEFILIPI 3:7
Home
Bible
Plans
Videos