1
UNEHEMIYA 12:43
IZIBHALO EZINGCWELE
Babingelela ngaloo mini imibingelelo emikhulu, bavuya; ngokuba uThixo ubebavuyisile ngovuyo olukhulu. Kananjalo abafazi nabantwana bavuya; kwavakala ukuvuya kweYerusalem namgama.
Compare
Explore UNEHEMIYA 12:43
2
UNEHEMIYA 12:27
Ke kaloku ekusungulweni kodonga lweYerusalem kwafunwa abaLevi ezindaweni zabo zonke, ukuba baziswe eYerusalem, ukuba ukusungulwa kwalo kwenziwe ngovuyo, nangemibulelo, nangeengoma, nangamacangci, nangemirhubhe, nangeehadi.
Explore UNEHEMIYA 12:27
Home
Bible
Plans
Videos