1
UMATEYU 8:26
IZIBHALO EZINGCWELE
Athi kubo, Yini na ukuba nibe ngamagwala, bantundini balukholo luncinane? Waza wavuka, wayikhalimela imimoya nolwandle; kwabakho ukuzola okukhulu.
Compare
Explore UMATEYU 8:26
2
UMATEYU 8:8
Waphendula umthetheli-khulu, wathi, Nkosi, andikulingene ukuba ude ungene phantsi kophahla lwam; thetha ilizwi lodwa, sophiliswa isicaka sam.
Explore UMATEYU 8:8
3
UMATEYU 8:10
Evile ke uYesu wamangaliswa, wathi kwabalandelayo, Inene ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.
Explore UMATEYU 8:10
4
UMATEYU 8:13
Waza wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba ke, makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho. Saphiliswa kwangalo elo lixa isicaka sakhe.
Explore UMATEYU 8:13
5
UMATEYU 8:27
Bamangaliswa ke abantu abo, besithi, Ngumntu mni na lo, le nto alulanyelwayo nayimimoya nalulwandle?
Explore UMATEYU 8:27
Home
Bible
Plans
Videos