1
UYOBHI 28:28
IZIBHALO EZINGCWELE
Wathi emntwini: Yabona, ukoyika iNkosi, bubulumko obo, Nokutyeka ebubini kuyingqondo.
Compare
Explore UYOBHI 28:28
2
UYOBHI 28:12-13
Ke bona ubulumko bufunyanwa phi na? Iphi na indawo yengqondo? Àkalazi umntu ixabiso labo; Àbufunyanwa ezweni labahleliyo.
Explore UYOBHI 28:12-13
3
UYOBHI 28:20-21
Ubulumko buvela phi na ke, Yiyiphi na indawo yengqondo? Bufihlakele emehlweni eento zonke eziphilileyo; Busithakele nasezintakeni zasezulwini.
Explore UYOBHI 28:20-21
Home
Bible
Plans
Videos