1
UISAYA 37:16
IZIBHALO EZINGCWELE
Yehova wemikhosi, Thixo wakwaSirayeli, wena uhleli phakathi kweekerubhi,• unguye uThixo wena wedwa kwizikumkani zonke zehlabathi; wena ulenzile izulu nehlabathi.
Compare
Explore UISAYA 37:16
2
UISAYA 37:20
Ke ngoko, Yehova Thixo wethu, sísindise esandleni sakhe, zazi zonke izikumkani zehlabathi, ukuba wena unguYehova wedwa.
Explore UISAYA 37:20
Home
Bible
Plans
Videos