1
KUMAHEBHERE 7:25
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngoko unako nokubasindisa kanye abo bezayo ngaye kuThixo, ehlala ehleli nje ukuba abathethelele.
Compare
Explore KUMAHEBHERE 7:25
2
KUMAHEBHERE 7:26
Kuba ubesifanele umbingeleli omkhulu onjalo, ongcwele, ongenabubi, ongenabala, owahlukileyo kubo aboni, othe waba ngaphezu kwalo izulu
Explore KUMAHEBHERE 7:26
3
KUMAHEBHERE 7:27
ekungafunekiyo ukuba athi imihla ngemihla, njengababingeleli abakhulu abaya, anyuse kuqala amadini ngenxa yezono ezizezakhe, andule ukunyusa ngenxa yezabantu; kuba oko wakwenza kwaba kanye, ekuzinyuseni ngokwakhe ngokwedini.
Explore KUMAHEBHERE 7:27
Home
Bible
Plans
Videos