1
IDUTERONOMI 32:4
IZIBHALO EZINGCWELE
NguLiwa; ugqibele umsebenzi wakhe, Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni; NguThixo wentembeko, tu ubugqwetha; Lilungisa, uthe tye yena.
Compare
Explore IDUTERONOMI 32:4
2
IDUTERONOMI 32:39
Bonani ngoku, ukuba mna ndinguye; Tu thixo unam. Ndiyabulala, ndidlise ubomi; Ndiyaphalusa, ndiphilise mna; Tu uhlangulayo esandleni sam.
Explore IDUTERONOMI 32:39
3
IDUTERONOMI 32:3
Ngokuba ndiya kuvakalisa igama likaYehova: Mnikeni ubukhulu uThixo wethu!
Explore IDUTERONOMI 32:3
Home
Bible
Plans
Videos