1
UAMOSI 4:13
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngokuba, yabona, uloyila iintaba, ulodala umoya, uloxelela umntu into okuyiyo ukuthelekelela kwakhe, ulowenza mnyama isifingo, ulonyathela phezu kwemimango yehlabathi: nguYehova uThixo wemikhosi, igama lakhe.
Compare
Explore UAMOSI 4:13
2
UAMOSI 4:12
Ngako oko ndiya kwenjenje kuwe, Sirayeli; ngokokuba ndiya kwenjenje ke kuwe, zilungiselele ukuhlangabeza uThixo wakho, Sirayeli.
Explore UAMOSI 4:12
3
UAMOSI 4:6
Kananjalo mna ndininiké ubumsulwa bamazinyo emizini yenu yonke, nokusweleka kwesonka ezindaweni zenu zonke; anibuyanga nize kum noko; utsho uYehova.
Explore UAMOSI 4:6
Home
Bible
Plans
Videos