1
IZENZO 17:27
IZIBHALO EZINGCWELE
ukuze bayifune iNkosi, ukuba kambe bangáphuthaphutha bayifumane, nakuba ingekude kuthi sonke ngabanye.
Compare
Explore IZENZO 17:27
2
IZENZO 17:26
Kanjalo wazenza ngagazi-nye zonke iintlanga zabantu, ukuba zime phezu kwawo wonke umhlaba, emisa amaxesha abekwe ngenxa engaphambili, nemida yokuma kwazo
Explore IZENZO 17:26
3
IZENZO 17:24
UThixo yena, owenza ihlabathi neento zonke ezikulo, lowo, eyiNkosi nje yezulu nomhlaba, akahlali zitempileni zenziwe ngazandla.
Explore IZENZO 17:24
4
IZENZO 17:31
ngokokuba emise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda awayimisayo, ebanike bonke ukholo ngokuyivusa kwabafileyo.
Explore IZENZO 17:31
5
IZENZO 17:29
Siyinzala kaThixo nje ke, akusifanele ukuba sibe ubuthixo obu bufana negolide nesilivere nelitye, into eqingqwe ngobungcibi nangengcinga yomntu.
Explore IZENZO 17:29
Home
Bible
Plans
Videos