1
USAMUWELI II 9:7
IZIBHALO EZINGCWELE
Wathi uDavide kuye, Musa ukoyika; ngokuba ndiya kukwenzela inceba ngenene, ngenxa kaYonatan uyihlo, ndikubuyisele onke amasimi kaSawule uyihlo; wena udle isonka etafileni yam ngamaxesha onke.
Compare
Explore USAMUWELI II 9:7
2
USAMUWELI II 9:1
Wathi uDavide, Kusekho mpunde na kwindlu kaSawule, ukuze ndiyenzele inceba ngenxa kaYonatan?
Explore USAMUWELI II 9:1
Home
Bible
Plans
Videos