1
IZIKRONIKE II 7:14
IZIBHALO EZINGCWELE
bathoba ke abantu bam, ábabizwa ngegama lam, bathandaza, bafuna ubuso bam, babuya ezindleleni zabo ezimbi: ndiya kuva mna emazulwini, ndibaxolele izono zabo, ndiliphilse ilizwe labo.
Compare
Explore IZIKRONIKE II 7:14
2
IZIKRONIKE II 7:15
Kaloku ovuleka amehlo am, iindlebe zam ziwubazele umthandazo wale ndawo.
Explore IZIKRONIKE II 7:15
3
IZIKRONIKE II 7:16
Kuba ngoku ndiyinyule, ndayingcwalisa le ndlu, ukuba libe kuyo igama lam kude kuse ephakadeni, abe khona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.
Explore IZIKRONIKE II 7:16
4
IZIKRONIKE II 7:13
Ukuba ndithe ndalivala izulu, akwabakho mvula, ukuba ndithe ndaziwisela umthetho iinkumbi, ukuba zilidle ilizwe, nokuba ndithe ndathumela ebantwini bam indyikitya yokufa
Explore IZIKRONIKE II 7:13
5
IZIKRONIKE II 7:12
Wabonakala uYehova kuSolomon ebusuku, wathi kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho; ndizinyulele le ndawo ukuba ibe yindlu yokubingelela.
Explore IZIKRONIKE II 7:12
Home
Bible
Plans
Videos